Ndikhawulele

Gugulethu Khumalo

ndijonge emehlweni
thetha ndimamele
uziva njani naaa?
uziva njani ngam
bambisandla sam
sondele eduze
uzivha njani na aa?
uzivha njani ngam
ndikhawulele
ndikhawulele
ndixelele
uzivha njani na
uzivha njani ngam?

usandithanda?
usandithanda na?
Ngabe
usandithanda?
usandithanda na?

ndiza kuwe ndimsulwa
bona nanga amanxeba am
enhlizweni yam kusobabala
kukhala esakho isiginci
ebumnyameni, ekukhanyeni
soze ndijike

ukuba ndizivha njani na aa
ndizivha njani ngawe
Ndisakuthanda
Ndisakuthanda aaa
Ndisakuthanda
Ndisakuthanda aaa

ndikhawulele
ndikhawulele
ndixelele
Ukuba uzivha njani na
uziva njani ngam

usandithanda?
usandithanda na?
usandithanda?
usandithanda na?
Ingabe
usandithanda?
usandithanda na?
usandithanda?
usandithanda na?
Uzivha njani na
uzivha njani ngam
Uzivha njani na
uzivha njani ngam
Ndikhawulele
ndikhawulele
ndixelele
uzivha njani na
uzivha njani ngam
uzivha njani na
uzivha njani ngam

Uuuu uuuuu uuuu
Uuuu uuu uuu

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Berita

Autres artistes de Afrobeats