Noma Themba
Ha ha ha aah
Ha ha ha aah
Ha ha ha aah
Ha ha ha aah
Nank'umntan'ehleli bo
Yekan'intliziyo ha
Nank'umntan'ehleli bo
Ecubhukile bo
Nank'umntan'ehleli bo
Yekan'intliziyo ha
Nank'umntan'ehleli bo
Ecubhukile bo
NguNomathemba
NguNomathemba
Nomathemba, Nomathemba
Nomathemba, Nomathemba
NguNomathemba
NguNomathemba
Nomathemba, Nomathemba
Nomathemba, Nomathemba
Nank'umntan'ehleli bo
Yekan'intliziyo ha
Nank'umntan'ehleli bo
Ecubhukile bo
Nank'umntan'ehleli bo
Yekan'intliziyo ha
Nank'umntan'ehleli bo
Ecubhukile bo
NguNomathemba
NguNomathemba
Nomathemba, Nomathemba
Nomathemba, Nomathemba
NguNomathemba yho yho
NguNomathemba
Nomathemba, Nomathemba
Nomathemba, Nomathemba
Uthi mandithini?
Xa undiphambanisa
Uthi mandithini?
Xa undiphambanisa
Uthi mandithini na?
Xa undiphambanisa
Uthi mandithini na?
Xa undiphambanisa
Noma ndilul'ubusi
Lo uyandiphambanisa
Noma ndilul'ubusi
Lo uyandiphambanisa
Yeyi yeh, yeyi yeh (Nomathemba)
Yeyi yeh, hey uNomathemba
Hayi uyandiva (Nomathemba)
Hay hay hay
Woh iyeh (Nomathemba)
Oh babo yeye ha
Ho ye iye (Nomathemba)
Hay hay hay
Hay oh haha (Nomathemba)
Hay hay hay
Hay hay ah ahay (Nomathemba)