Welele

Welele oh welele mntakwethu
Manene oh khanindichazele
Welele oh welele mntakwethu
Manene oh khanindichazele

Ndoyik'amakhwenkwe
Anokuziqhenya
Hayi abafana banokundidela

Ndoyik'amakhwenkwe
Anokuziqhenya
Hayi abafana banokundidela

Sondela, oh sondela Dlamini
Khawuncede
Oh ndinqanqathekile

Sondela, oh sondela Dlamini
Khawuncede
Oh ndinqanqathekile

Ndifile lityholo
Oh ithuba alikho
Ndenzeleni ntwana
Okokuqhumisa

Ndifile lityholo
Oh ithuba alikho
Ndenzeleni ntwana
Okokuqhumisa

Ahom, ahom
Ahom, ahom
Ahom, ahom
Ahom, ahom
Ahom, ahom

Hayo hoyo hoyo
Hayo hoyo hoyo
Hayo hoyo hoyo

Ndibendilala mantombazana ndifuna wena
Andisalal'ekhaya
Andisalal'ekhaya

Ubonanje kukhon'ondizondayo
Ubonanje kukhon'ondizondayo mna
Ubonanje kukhon'ondizondayo

Hey, hey, hey, hey
Sondela, oh sondela Dlamini
Khawundincede
Oh ndinqanqathekile

Sondela, oh sondela Dlamini
Khawuncede
Oh ndinqanqathekile

Ndifile yindlala
Icuba alikho

Sondela, sondela, sondela Dlamini (Sondela)
Sondela, sondela, sondela Dlamini (Sondela)
Ndoyik'amakhwenkwe tyhini anokundidela (Sondela)
Sondela, sondela, sondela Dlamini (Sondela)
Ndoyik'amakhwenkwe tyhini anokundidela (Sondela)

Heyeni, heyeni, heyeni, heyeni bo
Heyeni, heyeni, heyeni, heyeni bo
Welele, welele, welele, welele mntakwethu

Curiosités sur la chanson Welele de Letta Mbulu

Quand la chanson “Welele” a-t-elle été lancée par Letta Mbulu?
La chanson Welele a été lancée en 1968, sur l’album “Free Soul”.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Letta Mbulu

Autres artistes de African jazz