Nomthini

Ngaphaya kwezantaba
Kukho intwazan'entle
Phesheya kwalamawa
Kukho inzwakaz'enje

Ngaphaya kwezantaba
Kukho intwazan'entle
Phesheya kwalamawa
Kukho inzwakaz'enje

Bathi nguNomthini
Bathi nguNomthini
Bathi nguNomthin'igama lakhe

Bathi nguNomthini
Bathi nguNomthini
Bathi nguNomthin'igama lakhe

Ayikh'intwazan'enje
Ayikh'inzwakaz'enje
Ayikh'intwazan'enje
Ayikh'inzwakaz'enje

Ndiswele amaphiko
Ndibhabhele khona
Ndiswele amaphiko
Ndibhabhele khona

Beningakambon'esaphila
Beningakambon'euNomthini
Beningakambon'esaphila
Beningakambon'euNomthini

Ndiswele amaphiko
Ndibhabhele khona
Ndiswele amaphiko
Ndibhabhele khona

Beningakambon'esaphila
Beningakambon'euNomthini
Beningakambon'esaphila
Beningakambon'euNomthini

Curiosités sur la chanson Nomthini de Miriam Makeba

Quand la chanson “Nomthini” a-t-elle été lancée par Miriam Makeba?
La chanson Nomthini a été lancée en 1964, sur l’album “The Voice of Africa”.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Miriam Makeba

Autres artistes de World music