U-Mngoma

Wamemez'uMngoma (Ndiyagula ndinani na?)
Wamemez'uMngoma (Ndiyagula ndinani na?)
Hayi ke ndinentloko ndinehlaba (Ndiyagula ndinani na?)

Maye ndinentloko ndinehlaba (Ndiyagula ndinani na?)

Maye babo ndinentloko ndinehlaba (Ndiyagula ndinani na?)
Hayi ke ndinentloko ndinehlaba (Ndiyagula ndinani na?)

Wamemez'uMngoma (Ndiyagula ndinani na?)
Wamemez'uMngoma

Curiosités sur la chanson U-Mngoma de Miriam Makeba

Sur quels albums la chanson “U-Mngoma” a-t-elle été lancée par Miriam Makeba?
Miriam Makeba a lancé la chanson sur les albums “Homeland” en 2000 et “The World Of Miriam Makeba” en 2013.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Miriam Makeba

Autres artistes de World music