Unyana wolahleka [African Roots Volume 2]

Bawo ndiyazithoba
Ndithi ndixolele
Ndikonile ngokudela imithetho yakho (Mithetho yakho)
Bawo nceda ndixolele
Bawo
Nceda Bawo ndixolele

Ndikone ngento zonke
Ngentetho nezenzo
Ndizithoba phambi kwakho ndikucela ndithi (Phambi kwakho)
Bawo nceda ndixolele
Bawo
Nceda Bawo ndixolele

Ndemka ndiphethwe likrotshi
Ndingaz'uba ndohlupheka elizweni
Ndophul'imithetho yakho
Ngoku Bawo ndibuyile

Bawo ndiyazithoba
Ndithi ndixolele
Ndikonile ngokudela imithetho yakho (Mithetho yakho)
Bawo nceda ndixolele
Bawo
Nceda Bawo ndixolele

Curiosités sur la chanson Unyana wolahleka [African Roots Volume 2] de Miriam Makeba

Quand la chanson “Unyana wolahleka [African Roots Volume 2]” a-t-elle été lancée par Miriam Makeba?
La chanson Unyana wolahleka [African Roots Volume 2] a été lancée en 2008, sur l’album “The Very Best Of Vol 2 1956 -1959”.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Miriam Makeba

Autres artistes de World music