Buyele'khaya

Nathi

Thumeli mali thumeli tata
Thumeli mali thumeli mali ekhaya
Bekunoba njani ngaphandle komama
Kaloku tata uye wasishiya no mama
Uthi uzobuya usayophangeli mali
Kunanamhlanje akakabuyelekhaya

Akazange abuye namali
Akazange abuyelakhaya
Akazange abuye namali
Tata buyelekhaya

Siyambulel'umama ngokusikhulisa kwakhe
Kungekho mali umama ebexolel'ungatyi
Singaka nje thina ngumama yedwa
Kodwa namhlanje ndithi siyabulela mama

Ngobutata akazange abuye namali
Akazange abuyelekhaya
Akazange abuyenamali
Tata buyelekhaya

Akazange abuye namali
Akazange abuyelakhaya
Akazange abuye namali
Tata buyelekhaya

Kulungile hlala kanjalo
Kulungile sikhula kanjalo
Kulungile ubomi buhamba kanjalo
Tata buyelekhaya

Oko wemkayo akazange abuye namali
Akazange abuyelekhaya
Akazange abuye namali
Tata buyelekhaya

Oko wemkayo akazange abuye namali
Sikhule singaka akazange abuyelekhaya
Sasilindile akazange abuye namali
Tata buyelekhaya

Oh ho buyelekhaya
Oho buyelekhaya
Oh ho buyelekhaya
Tata buyelekhaya

Oh ho buyelekhaya
Oho buyelekhaya
Oh ho buyelekhaya
Tata buyelekhaya

Akazange abuye namali
Akazange abuyelakhaya
Akazange abuye namali
Tata buyelekhaya

Curiosités sur la chanson Buyele'khaya de Nathi

Quand la chanson “Buyele'khaya” a-t-elle été lancée par Nathi?
La chanson Buyele'khaya a été lancée en 2015, sur l’album “Buyelekhaya”.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Nathi

Autres artistes de Afro-soul