4. Le Moto yam

Le moto yam
Yamandi le moto yam
Yamandi le moto yam

Ndithi iduma kamandi le moto yam (yiToyota)
Duma kamandi le moto yam (yinto yodwa)
Iyoh hamba hamba nto yodwa
(Yitoyota yitoyota yitoyota)

Ndithi iduma kamandi le moto yam (yiToyota)
Duma kamandi le moto yam (yitoyota)
Iyoh hamba hamba nto yodwa
(Yitoyota yitoyota yitoyota)

Kuzonke usemandleni
Sthandwa sam azange ufake ebondeni ngabe ndiyaxoka mna
Bengabe ndiyaxoka mna
Jesu neminyaka siconnecta enqondweni
Ntombizodwa ndifuna wena emandweni ndingabe ndiyaxoka mna
Ndingabe ndiyaxoka mna
Jonga ngoku o malume bakhona nama lungiselelo zonke izinto zikhona
Ungandi phoxi mama ndicela ungandiphoxi my lovey
Ndaketha lento yodwa ilamborghini zikhona
Lento yodwa ilamborghini zikhona
Hayi mama azange ndaliphosola mna
Waye ndicela ungandiphoxi

Ndithi iduma kamandi le moto yam (yitoyota)
Duma kamandi le moto yam (yitoyota)
Iyoh hamba hamba nto yodwa
(Yitoyota yitoyota yitoyota)

Iduma kamandi le moto yam (yitoyota)
Ndithi iduma kamandi le moto yam (yitoyota)
Iyoh hamba hamba nto yodwa
(Yitoyota yitoyota yitoyota)

Ithi vum vum vum vum vum vum vum
Ithi vum vum vum vum vum vum vum
Iyoh hamba hamba nto yodwa
(Ao kawuphinde kawuphinde Mampinga)

Ithi vum vum vum vum vum vum vum
Ithi vum vum vum vum vum vum vum (yiToyota)
Iyoh hamba hamba nto yodwa
(Yitoyota yitoyota yitoyota)

Bangeza nabo mlilo bacinga ub'pecele
Nto yodwa ngeyami intambo yam yegedlele
Bazama nantoni na bubuze siphele
Wohlale ungowami intambo yam yegedlele yoh
Ngowami no bangaske bancame
Ntoyodwa ngeyami untombizodwa ngowami
Ziningi imoto kodwa angeke zifane
Ngahamba nge lamborghini kodwa qhaphela umkhuhlane

Ndithi iduma kamandi le moto yam (yitoyota)
Duma kamandi le moto yam (yinto yodwa)
Iyoh hamba hamba nto yodwa
(Yitoyota yitoyota yitoyota)

Ithi vum vum vum vum vum vum vum
Ithi vum vum vum vum vum vum vum (Yitoyota)
Iyoh hamba hamba nto yodwa
(Yitoyota yitoyota yitoyota)

Duma kamandi le moto yam (yitoyota)
Duma kamandi le moto yam (yinto yodwa)
Iyoh hamba hamba nto yodwa
(Yitoyota yitoyota yitoyota)

Ndithi iduma kamandi le moto yam (yitoyota)
Ndithi iduma kamandi le moto yam (yinto yodwa)
Iyoh hamba hamba nto yodwa
(Yitoyota yitoyota yitoyota)
Ithi vum vum vum vum vum vum vum

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Ntando

Autres artistes de Reggae music