Owam

Yhoo dankie kuqeto ndimele wena
Ithemba lokufika kwakho liyandiphilisa
Noba sekutheni na
Kuyohlala kukho indawo yakho

Zonke izinto zime ngendlela
Ubuso bakho yonk'indawo
Uncumo lwan ingathi ndimka nolwandle
Ndimka nolwandle kukufika kwakho

Uyeza ( Mylove)
Sisithunywa sam uyeza ( Mylove)
Ewe ntliziyo yam uyeza ( Mylove)
Sisithunywa sam uyeza ( Mylove)
Ewe ntliziyo yam uyeza ( Mylove)

Sisithunywa sam uyeza ( Mylove)
Ewe ntliziyo yam uyeza ( Mylove)
Sisithunywa sam
Ngowam yhooo

Darly ndilindele wena
Ndiva kum ngaphakathi kum kuba sibanye
Ukuba sibanye
Noba kuphi na

Ukufika kwakho ndiyathembisa uthando
Ubusuku nemini
Wenza ngantoni na wenza njani na
Wena ndiyaphambana

Uyeza ( Mylove)
Sisithunywa sam uyeza ( Mylove)
Ewe ntliziyo yam uyeza ( Mylove)
Sisithunywa sam uyeza ( Mylove)
Ewe ntliziyo yam uyeza ( Mylove)

Sisithunywa sam uyeza ( Mylove)
Ewe ntliziyo yam uyeza
Sisithunywa sam
Ngowam

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Ringo Madlingozi

Autres artistes de R&B