Injongo

SINETHEMBA DANA

Injongo endivus’ekuseni
Injongo endivusayo
Injongo endinika ini
Injongo xa ndiy’nyuk’intaba yam
Injongo endifak’emaweni
Injongo endinyulayo
Injongo ndilandel’ihambo
Injongw’eyandibonisa
Eh eh yandibonisa

Ndiyakholwa kuy’ihambo yam
Ndizoy’mela nangamax’anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile

Ndiyakholwa kuy’ihambo yam
Ndizoy’mela nangamax’anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile

Injongo eliqabane lam
Injongo endimelayo
Injongo eqinis’umoya
Injongo xa ndiphelelwe
Injongo ivuthel’umlilo
Injongw’iyawuvuthela
Injongo ithi asiphelel’apha
Injongo ithi phambili
Ithi phambili

Ndiyakholwa kuy’ihambo yam
Ndizoy’mela nangamax’anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile

Ndiyakholwa kuy’ihambo yam
Ndizoy’mela nangamax’anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile

Ndiyakholwa kuy’ihambo yam
Ndizoy’mela nangamax’anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile

Ndiyakholwa kuy’ihambo yam
Ndizoy’mela nangamax’anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile

Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile

Curiosités sur la chanson Injongo de Simphiwe Dana

Quand la chanson “Injongo” a-t-elle été lancée par Simphiwe Dana?
La chanson Injongo a été lancée en 2007, sur l’album “The One Love Movement On Bantu Biko Street”.
Qui a composé la chanson “Injongo” de Simphiwe Dana?
La chanson “Injongo” de Simphiwe Dana a été composée par SINETHEMBA DANA.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Simphiwe Dana

Autres artistes de African music