Ndiza [diza - Live From South Africa/2009]
Ndihambile ndibonile
Awu bandixelele bandinikile
Ndingafunanga ndingabuzanga
Ndiza kundiza
Ndizabuya ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwala yona
Awu ndiza ndiza ndiza
Ndizakubuya ndikuphath’el’intliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona
Awu ndiza ndizaku ndiza
Ndiza ndizakubuya ndikuphath’el’intliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona hahaa
Ndiza ndizaku ndiza
Ndizabuya ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwala yona
Ndizama ukucinga haa
Ndiyahluleka haaa
Ingqondo yami iyakhawuleza
Kuyehla kuyasa kum kuyafana
Awu ndonakele
Ndiza ndiza ndiza ndizabuya
Ndikuphathel’intliziyo yami
Uzuyenze msulwala yona haaa
Ndiza ndiza kundiza ndizabuya
Ndikuphathel’intliziyo yami
Uzuyenze msulwala haaa
Ndiza ndizaku ndiza ndizabuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwala haaa
Ndiza ndizaku ndiza ndizabuya
Ndikuphathel’intliziyo yami
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwala haaa
Ndiza ndiza ndiza ndizabuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwala yona aaha
Ndiza ndiza ndiza ndizabuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwala haaa
Ndiza ndiku ndiza ndizabuya
Ndikuphathel’intliziyo yami
Uzuyenze msulwala yona
Ahaha ndiza
Awa ndiza ndizaku ndiza ndizabuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwala yona ahaha
Ndiza ndizaku ndiza ndizabuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwala haaa