Senzeni
Yhe yhe ha ih ha ih
Kanti esami isono yintoni
Ndizele ndakhulisa
Ndibangiselwa ntoni na (Haha)
Izihubeko nenkotshisa zikum
Kanti ndenze ntoni na
Ndingu mfazi
(Kanti senzeni na)
(Sikhula kwabanjena)
(Sihlukunyezwa kanjena)
(Kanti umfazi wenze ntoni na)
(Kanti senzeni na)
(Sikhula kwabanjena)
(Sihlukunyezwa kanjena)
(Kanti umfazi wenze ntoni na)
Bendicinga sindlovukazi
Sisizi khukhukazi
Mhlawumbe bendingazi
Sikhulisile sifundisile
Sithandile saqokelela
(Kanti senzeni na)
(Sikhula kwabanjena)
(Sihlukunyezwa kanjena)
(Kanti umfazi wenze ntoni na)
(Kanti senzeni na)
(Sibulawa kanjena)
(Sihlukunyezwa kanjena)
(Kanti umfazi wenze ntoni na)
(Kanti senzeni na)
(Sikhula kwabanjena)
(Sihlukunyezwa kanjena)
(Abafazimfazi benzeni ntoni na)
(Kanti senzeni na)
(Sibulawa kwabanjena)
(Sihlukunyezwa kanjena)
(Kanti umfazi wenze ntoni na)
(Kanti senzeni na)
(Sikhula kwabanjena)
(Sihlukunyezwa kanjena)
(Kanti umfazi wenze ntoni na)
(Kanti senzeni na)
(Sikhula kwabanjena)
(Sihlukunyezwa kanjena)
(Kanti umfazi wenze ntoni na)