Nkosi Yami Ubungithanda

Nkosi yam'ubungithanda
Ekulahlekeni kwam
Nkosi yami
Nkosi yam waman'ulanda
Futhi emkhondweni wam
Ndafunyanwa (ndafunyanwa)
Ndafunyanwa (ndafunyanwa)
Ndafunyanwa (ndafunyanwa Nkosi yam)

Nkosi yami
Nkosi yam ilizwi lakho
Lingumkhanyiseli wam
Nkosi yami
Nkosi yam ufefe lwakho
Lusisonwabiso sam
Ndinovuyo (ndinovuyo)
Ndinovuyo (ndinovuyo)
Ndinovuyo (ndinovuyo,Nkosi yam).

Nkosi yami
Nkosi yam uMoya wakho
Uyandingcwalisa nam
Nkosi yam
Nkosi yam izulu lakho
Lona lilikhaya lam
Mandingene (mandingene)
Mandingene (mandingene)
Mandingene (mandingene Nkosi yam)

Mandingene (mandingene)
Mandingene (mandingene)
Mandingene (mandingene Nkosi yam)

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Amadodana Ase Wesile

Autres artistes de Gospel