Andidlali Ngawe

Andidlali ngawe
Andidlali ngawe
Andidlali ngawe
Baby ndiyafa ngawe

Andidlali ngawe
Andidlali ngawe
Andidlali ngawe
Baby ndiyafa ngawe

Sendizula nje
Ndifuna ubona wena
Wena sthandwa
Kodwa baby ndiyafa ngawe

Undibona ndisihla ndinyuka
Ndikhangela wena sthandwa
Andidlali ngawe
Kodwa baby ndiyafa ngawe

Angeke ndiphinde ndikuphoxe
Wena sthandwa
Kodwa baby andidlali ngawe
Ndifuna ungene ndiyivulele wena

Angeke ndiphinde ndikuphoxe
Wena sthandwa
Kodwa baby andidlali ngawe

Iminyaka engaka ndilindele wena
Jong’indawo yakho ndikubekele yona
Amathuba anje ndiwavulele wena
Ndifuna ungene ndilindele wena

Nentliziyo yam ndiyivulele wena
Ndifuna ungene ndivulele wena
Ndivulele wena

Iminyaka engaka ndilindele wena
Nants’indawo yakho ndikubekele yona
Amathuba anje ndiwavulele wena
Intliziyo yam ndiyivulele wena
Ndifuna ungene ndivulele wena
Ndivulele wena

Angeke ndiphinde ndikuphoxe
Wena sthandwa
Kodwa baby andidlali ngawe
Andidlali ngawe

(Andidlali ngawe baby)
Andidlali ngawe (Andidlali ngawe baby)
Andidlali ngawe (Andidlali ngawe baby)
Kodwa baby ndiyafa ngawe (Andidlali ngawe mna)

Andidlali ngawe (Andidlali ngawe baby)
Andidlali ngawe (Andidlali ngawe baby)
Andidlali ngawe (Andidlali ngawe baby)
Kodwa baby ndiyafa ngawe (Andidlali ngawe mna)

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Nathi

Autres artistes de Afro-soul