Indlela

Ukubuyazi indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoze uphinde ubuye udlalisa ngam
Ukubuyazi indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoze uphinde uvume ukdlalisa ngam

Ndiyabona uyazi indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoze uphinde uvume ukdlalisa ngam
Ndiyabona uyazi indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoze uphinde uvume ukdlalisa ngam

Ndibonise indlela ke
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo
Ndibonise indlela ke
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo
Ndiyabona akayazi indlela
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo
Ndiyabona uyazi indlela

Hayi ndiyabona uyazi indlela
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo
Hayi ndiyabona uyazi indlela
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo

Ndibonise indlela ke
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo
Ndibonise indlela ke
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo
Ndiyabona akayazi indlela
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo
Ndiyabona uyazi indlela
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo

Ndibonise indlela ke
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo
Ndibonise indlela ke
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo (indlela ke)
Hayi ndiyabona uyazi indlela (indlela ke)
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo (indlela ke)
Hayi ndiyabona uyazi indlela (indlela ke)
Indlela ofuna ukuthandwa ngayo (indlela ke)

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Nathi

Autres artistes de Afro-soul