Ndim Iqhawe - Pt. 2

Yey yey ye ye ye

Ndim lo ndim lo
Ndim lo ndim iqhawe
Iqhawe
Ntsikiz’eyonzakeleyo amaphiko
Ndim ndoyidiliza lentaba
Ndofa ndizama
Ukuphila
Obenzolo nzolo

Ndim lo ndim ndiliqhawe
Iqhawe
Qhawe elonzakeleyo
Zubhale ngam
Ndimlo ndiml’oze kanye
Phambi kwakho
Ndim lo ndoyidiliza lentaba
Ndiwelele

Ndiwelele x7

Hem hem hem hem

Ndim lo ndim
Ndim lo wanele
Ungandibambezeli
Hem hem hem hem

Ndim owanele
Ndim lo ndoyidiliza lentaba
Ndiwelele

Ndim lo ndim
Ndim lo wanele

Ndiza
Ndim lo ndim ndiza ndiza

Ndophuncuka ndi
Bhabhe ndontinga ndim iqhawe
Ndiza
Ndiza
Ndiza eh

Ndophuncuka ndi
Bhabhe ndontinga ndim iqhawe
Ndibhabhe
Hem hem hem hem

Hay
Wandinikelan’ amaphiko yeye
Gqib’undifak’emgodini
Woyeyeye
Wandiyekelani ndatshona
Hem hem hem hem

Undinikelan’ amaphiko?
Undinikelani?
Xa ungafuni ndiwasebenzise
Hem hem hem hem

Undinikelan’amaphiko? (Ndiwelele)
Undinikelani? Undinikelani?
(Ndiwelele)
Xa ungafuni ndiwasebenzise
Ndiwelele ndiwelele he e e
Hem hem hem hem
Ndim lo ndim
Ndim lo wanele
Ungandibambezeli
Hem hem hem hem

Ndim lo ndim
Ndim lo wanele
Ndimlo ndoyidiliza lentaba
Ndiwelele

Ndim lo ndim
Ndim lo wanele
Ndiwelele Ndiwelele
Ndoyidiliza lentaba

Ndim lo ndim
Ndim lo wanele
Ndoyidiliza lentaba
Ndoyidiliza lentaba

Ndim lo ndim
Ndim lo wanele
Ndoyidiliza lentaba
Wayeyeyeye
Ndoyidiliza lentaba

Ndim lo ndim
Ndim lo wanele
Ndoyidiliza lentaba
Ndoyidiliza lentaba

Curiosités sur la chanson Ndim Iqhawe - Pt. 2 de Simphiwe Dana

Quand la chanson “Ndim Iqhawe - Pt. 2” a-t-elle été lancée par Simphiwe Dana?
La chanson Ndim Iqhawe - Pt. 2 a été lancée en 2010, sur l’album “Kulture Noir”.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Simphiwe Dana

Autres artistes de African music