Zundiqondisise

BHEKISASA SIFISO MAKHOSONKWE KHOZA, SINETHEMBA DANA

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Awulilo iphupha lam
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Ungelilo izimba lam
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Zange ndathi andinako
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Nguwe owandenz’usana
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Ndinendlela yam yokuphuma
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Ndinendlela yam yokungena
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Ndinendlela yam yokuthetha
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Ndinendlela yam yokundiza
(Zundiqondisise zundiqondisise)

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Awunguwo uvimba wam
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Ungeyiyo indima yam
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Zange ndathi andazi nto
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Nguwe owandenz’iqaba
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Ndinendlela yam yokuphuma
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Ndinendlela yam yokungena
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Ndinendlela yam yokuthetha
(Zundiqondisise zundiqondisise)
Ndinendlela yam yokubhabha
(Zundiqondisise zundiqondisise)

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Oya hohoho hohoho ho
Ndakupe ndakupe ndakupe

Curiosités sur la chanson Zundiqondisise de Simphiwe Dana

Quand la chanson “Zundiqondisise” a-t-elle été lancée par Simphiwe Dana?
La chanson Zundiqondisise a été lancée en 2007, sur l’album “The One Love Movement On Bantu Biko Street”.
Qui a composé la chanson “Zundiqondisise” de Simphiwe Dana?
La chanson “Zundiqondisise” de Simphiwe Dana a été composée par BHEKISASA SIFISO MAKHOSONKWE KHOZA, SINETHEMBA DANA.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Simphiwe Dana

Autres artistes de African music