Ndikuthandile
Thatha nants'intliziyo yam
Thatha nal'uthando lolwakho
Thatha nants'intliziyo yam
Zuyiphathe njenge qanda
Sthandwa andenzi ngabom
Ndiyazithandela apha kuwe
Baby andenzi ngabom
Cel'undive Nana
Ndikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yam yonke
Nditsh'uthando endinalo
Soze luphele
Ndikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yam yonke
Nditsh'uthando endinalo
Soze luphele
Indlel'ondithanda ngayo
Kukhw'indlel'ondibamba ngayo
Baby yindlel'ondijonga ngayo
Baby iyandigqiba yeeh
Sthandwa andenzi ngabom
Andiphathwa nazintloni
Xa ndifun'ukubamba
Ndifun'ukuthanda
Ngaske lingatshoni
Baby baby
Ndikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yam yonke
Nditsh'uthando endinalo
Soze luphele
Uthath'umphefumlo wam
Thulisile
Ebusuku nemini
Ndiphupha ngawe
Uthath'umphefumlo wam
Thulisile
Ebusuku nemini
Ndiphupha ngawe
Ndikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yam yonke
Nditsh'uthando endinalo
Soze luphele
Ndikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yam yonke
Nditsh'uthando endinalo
Soze luphele