Xandingakuthemba

Vusi Nova

Xa ndingakuthemba, mhlawumbe kungalunga
Mhlwumbe izinto zingalunga
Mphakathi nkangawe
Hey ya ho howu ho
Kodwa awuthembakali
Kanti ukhula nini
Utheni njena ufuy' izintshaba
Hu hu hu hu baby lonto ayilunganga
Huhu hu lento oyenzayo

Andisazi siyaphila
Andisazi konakele phi
Andisazi siyaphila
Andisazi konakele phi
Wo Andisazi siyaphila
Wo Andisazi konakele phi
Wo Andisazi siyaphila
Wo Andisazi konakele phi

Wena ufuna ntoni na
Ndikwenzela konke
Ndikwenzela konke
Wena ufuna ntoni na
Ndikwenzela konke
Oh ndikwenzela konke hey huhu

Xa ndihleli ndodwa
Xa ndihleli ndedwa
Ndithi andisakufuni kuphelile kuphelile
Kodwa xandinaye xandinaye
Wooo - ohhh - oooh
Ndibanjwa luthando ndibethwe luvalo
Hey hey wuu
Uliculo elimnandi endlebeni zam
Uyingoma yey
Ndino thando ngaphakathi
Oh baby
Oh baby
Masambe ke
Masambe ke
Mina nawe mina nawe
Mina nawe bu bubububub

Xansingakuthemba mhlawumbe kungalunga
Mhlwumbe izinto
Zingalunga
Mphakathi
Nkangawe
Heya ho wow

Curiosités sur la chanson Xandingakuthemba de Vusi Nova

Quand la chanson “Xandingakuthemba” a-t-elle été lancée par Vusi Nova?
La chanson Xandingakuthemba a été lancée en 2016, sur l’album “Naninina”.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Vusi Nova

Autres artistes de Pop