Bangathetha

Impilw’inzima
NoZahara wathi ufun’obomeleleyo
No Brenda Fassie wathi
Ngeke umconferme umuntu ngeke umconferme umuntu

Xanditheth'inyani xa nditheth'inyani
Ngamany’amaxesha nam andıyız intw’endiyenzayo
Ndithuyiwe ndisisithunywa
Ndizowenz’umsebenzi umsebenzi woMdali

Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa kodwa
Hayibo uThixo ngeke avume ngam
Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa
He kodwa hayibo uThixo ngeke avume ngam

Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa
He kodwa hayibo uThixo ngeke avume ngam
Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa
He kodwa hayibo uThixo ngeke avume

Ndicela ukuthetha naba zali bam zali bam
Bandithethelele bandithethelele bona bathi hayi ngaye hayi ngaye
Lona simkhusele ubusisiwe
Zinyanya zami ningandilibali

Kunzima emhlabeni kuyabheda emhlabeni
Hlalani nami qho
Ikhole ihambiqoka hayi suka
Ndiyavuma ndizawenza umsebenzi umsebenzi woMdali

Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa
He kodwa hayibo uThixo ngeke avume ngam
Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa
He kodwa hayibo uThixo ngeke avume

Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa
UThixo ngeke avume (He kodwa hayibo uThixo ngeke avume ngam)
UThixo ngeke avume (Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa)
Haibo (Hayibo uThixo ngeke avume)

UThixo ngeke avume (Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa)
Haibo (Kodwa hayibo uThixo ngeke avume)
UThixo ngeke avume (Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa)
Haibo (Kodwa hayibo uThixo ngeke avume)

Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa
He kodwa hayibo uThixo ngeke avume ngam
Bangathetha bathethe kuze kuyovalwa
He kodwa hayibo uThixo ngeke avume ngam

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Vusi Nova

Autres artistes de Pop