Loli [Walk into Light]

Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Oh bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi themba lam

Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Oh bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi themba lam

Oh yhini baby wam
Kutheni ingathi ufun' ukuchaza abantu
Kubo bonke ndikukhethile mna
Ndithi nawe baby wam iba nam

Baby nawe uyazi makukuhle
Abantu bathand' ukufak' unyawo
Bohlala bano mona
Wena ungowam nodoli wam

Eh dithi baby
Uthandwa ndim
Uthandwa ndim loli
Loli lovie wam

Yintoni undenza nje mna
Bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi themba lam

Sukundishiya mna
Loli lovie wam
Lovie wam (Yintoni undenza nje mna)
Ntliziyo yam(Bendithi ungowam)
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi themba lam

Xa ndiphuma aph'endlini mna ndiyosebenza
Basala bona bexoka ngegama lam
He loli baby subakholwa
Bathetha intw'engekhoyo

Imbudana yodwa
Themba mina sweety lavo
Ungo wam ndingo wakho never
Bandihlukanise kuwe

Sthandwa kumele sibonisane
Kuba uvele uqoqe uhambe
Kanti kutheni ungandibuzi
Wakholelwa abantu
Ndim umuntu wakho

Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi themba lam

Sukundishiya sukundilahla
Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi themba lam

Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi themba lam

Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi themba lam

Curiosités sur la chanson Loli [Walk into Light] de Vusi Nova

Quand la chanson “Loli [Walk into Light]” a-t-elle été lancée par Vusi Nova?
La chanson Loli [Walk into Light] a été lancée en 2012, sur l’album “Walk Into Light”.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Vusi Nova

Autres artistes de Pop