Loli

Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Oh bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi thenba lam

Lovie baby wam
Kutheni ingathi ufun' ukuchaza abantu
Kubo bonke ndikukhethile mna
Ndithi nawe baby wam iba nam
Baby nawe uyazi makukuhle
Abantu bathand' ukufak' unyawo
Bohlala bano mona
Wena ungowam mna baby
Oh uthandwa ndim yeah
Loli yeah

Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi thenba lam
Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi thenba lam

Yaw ndiba nesthukuthezi xa ungekho phambi kwam (phambi kwam)
Qiniseka ntombi ulubambo lwam (ulubambo lwam)
Nzakunika lonke ntombazana uthando lwam
Nzakunika zonke ntonbazana izinto zam
Izinto zam zonke ntombi zinge zakho
Ntombi abangathini ntombazana ndingowakho
Uthandwa ndim uLoli uthandwa ndim lo

Sthandwa nguwe sibonisane
Kuba uvele uqoqe uhambe
Kanti kutheni ungandibuzi
Wakholwa abantu he he

Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi thenba lam
Loli lovie wam
Yintoni undenza nje mna
Bendithi ungowam
Nam ndingowakho
Ngicel' ungandishiyi thenba lam

Loli lovie

Ungowam mama wam

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Vusi Nova

Autres artistes de Pop