Naninina

Vusi Nova

Ndikhumbula amaxesha akudala
Usekhon'emhlabeni wena
Ndikhumbul'imfundiso zakho
Ndicel'ukubonga mama


Kalok'utata wasishiya kudala
Ibiyintando yakho Bawo
Umama wazama ngakokonk'emandleni
Lade lafik'elakh'ixesha


Bawo ndiyakucela
Ndingadanis'abazali bam
Naninina Bawo
Ndiyakucela Nkosi yam
Ndingadanisi abazali bam
Naninina Bawo


Ndiyak'cela, Nkosi yam
Ndingadanis'abazali bam
Naninina Bawo
Ndiyakucela Nkosi yam
Ndingadanisi abazali bam
Naninina bawo


Bawo ndiyacela kuwe
Ohh Qamatha ndicel'undiph'amandla
Ndibe ngumntu wabantu Nkosi yam
Njengoba ndafundiswa ekhaya
Ndiyabulela bazali bam


Konk'endikwenzayo
Imizamo yam
Yokubonisa abantu intliziyo zenu
Andisakwazi ukuzibamba mna inyembezi
Uthi mandenze njani (Bawo)


Bawo ndiyakucela (ndiyakucela)
Ndingadanis'abazali bam (naninina)
Naninina bawo
Ndiyakucela Nkosi yam
Ndingadanisi abazali bam (naninina)
Naninina Bawo (Bawo)


Ndiyakucela Nkosi yam
Ndingadanis'abazali bam (Naninina)
Naninina bawo (naninina, naninina ndithi Bawo)
Ndiyakucela nkosi (ndiyak'cela)
Ndingadanisi abazali bam (Naninina)
Naninina bawo


Mama nawe tata
Ndicela ningaxhali ngam
Kaloku yen'umarhadebe
Uyenzil'indima yakhe
Lalani ngoxolo
Ugqatso nulufezile
Msebenzi wenu niwugqibile
Aph'emhlabeni


Ndingadanis'abazali bam
Naninina bawo (naninina, naninina)
Ndiyakucela Nkosi yam
Ndingadanisi abazali bam
Naninina bawo
Bawo ndiyak'cela
Ndingadanisi abazali bam
Namhlanje nangomso
Naninina bawo (ndithi bawo)
Ndiyak'cela Nkosi yam
Ndingadanisi abazali bam
Nasebusuku nemini
Naninina (bawo)
Naninina
Naninina bawo (naninina)
Naninina (bawo)

Curiosités sur la chanson Naninina de Vusi Nova

Quand la chanson “Naninina” a-t-elle été lancée par Vusi Nova?
La chanson Naninina a été lancée en 2016, sur l’album “Naninina”.

Chansons les plus populaires [artist_preposition] Vusi Nova

Autres artistes de Pop